top of page
Search

Sometimes joy is in finding a God fearing wife - The ministry!!

  • Writer: Phathiswa Moyo
    Phathiswa Moyo
  • Sep 18, 2023
  • 1 min read

Proverbs 18:22 - Whoso findeth a wife findeth a good thing, and obtaineth favour of the LORD.


22Umntu ofumene umfazi uzuze okulungileyo;

ewe, ufumene okukholekileyo kuNdikhoyo.


22Ya fumaneng mosadi wa sebele o fumane lehlohonolo, o filwe mpho ya mohau ke Jehova.


22Yo o bonyeng mosadi o bonye se se molemo; o filwe tlhogonolo ke Morena.


22Yo a nyetšego mosadi ke yo lehlogonolo,

o thabelwa ke Morena.


22 Ofumana umfazi uthola okuhle;

uzuzile isisa kuJehova.


22 Lowo lotfola umfati utfole intfo lenhle, uzuze umusa kuSimakadze.


14Ntlo le leruo ke lefa la bontata motho, empa mosadi ya kelello ke mpho ya Jehova.


14 Indlu nemcebo lifa lelitfolakala kubatali, kodvwa umfati lohlakaniphile utfolakala kuSimakadze.


14Indlu nobutyebi lilifa looyise,

kodwa umfazi onengqondo uvela kuNdikhoyo.


3:7 Ngokunjalo, nina madoda, hlalani nabo ngokokwazi, nimbeka umfazi, njengesona sitya siethe-ethe, njengeendlalifa kunye nani zobabalo lobomi, ukuze imithandazo yenu ingathinteleki.


REQUEST LORD


Uze uthi usogqiba ukuyilungisa loo ntliziyo iqinileyo ka Zizamele Matthews Magazi Nkosi yam Krestu 750611 6145 086 wayiphefumlela ngoMoya oyingcwele uze umsikelele ngokundifuma ndisafumeka ndilindile ngelizwi ngomthandazo nangoxolo xa kufuna wena. Ize kungabi yeyam intando Krestu ize ibeyeyakho uyilungise intliziyo yam ingaqini in revenge kodwa ixole ithembe wena ithande wena. Ngoba uthando lukuwe lunguwe. Please uze uconfirme many times Bawo xasele umbuyisa umkhonzana wakho for a serious purpose of finding a king priest wife and his kingly daughter. Uze ungambuyisi engekazimanyi nawe uze umbuyisa esothandana permanently nawe Tata ubesisithandwa sakhe kuqala akuthande akukhonze akusebenzele uze ubeyi number 01 priority yakhe. Mna nabantwana bakhe uFefe nabanye ozompha bona emtshatweni size sibe ngo no. 2 after your purposes Lord. Aze abonakalise iziqhamo zenguquko yanaphakade evela kuthambiso lwentliziyo ngumoya oyingcwele.

 
 
 

Comentarios


Post: Blog2_Post
  • Facebook
  • Twitter
  • LinkedIn

©2022 by Happiness diary. Proudly created with Wix.com

bottom of page